Wooooooo wooooooo wooooox3
Ingcinga zami zibanzi zijulile njengolwandle
Xandicinga ngalenzwakazi engumama.
Mama, mama, ndiyabulela
Ndikhulile namhlanje kungenxa yothando lwakho
Mama, mama, ndithi enkosi kuwe
Mmm
Chorus:
Mam'usebenzile without you I was not going to be the man I am
Mam'usebenzile without you I was not going to be the woman I am
Mama usebenzile
Today ndikhulile ndimngaka because of your love
Weeeee mama usebenzile mna ndiyabulela
Ngothando lwakho olubanzi olujulile njengolwandle
Ngaphandle kwakho bendingaba yintoni na
Buhle:
Wena mama mna soze ndilulibale uthando lwakho
Wena usisihlangu sempilo yam
Kodwa ndingathula ndithini ndingabuleli
Ndithi mama enkosi
Ntsika:
Wena ngilosi yam you were there for me
Kusikela ndimncinci kude kube ngoku
Ngoku ndiyindoda ndiyindoda ndikhulile
Kungenxa yakho mama, wena uligorha
You are my number one mama ndiyabulela
Luphindo:
Mama wena uyinqba yam
Wena uligugu lam
Wena mna ndiyakuthanda
Ubom bam bonke wena uzohlala usenhlizweni yam
Mama ndiyabulelea
English translation
Wooooooooo wooooooooo x3
My thoughts are so deep they like oceans
When I think about this queen mama
Mama Mama, I thank you
I am grown today because of your love
Mama, I say thank you
Chorus:
Mama you did a good job without you I was not going to be the man I am
Mama you did a good job without you I was not going to be the woman I am
Mama you did a good job
Today I am grown because of your love
We mama you did a good job
I say thank you
Thank you for your deep love
Without you what would I be
Buhle:
You mama I'll never forget your love
You are my shield
How can I not say thank you
I say thank you
Ntsika:
You my angel you were there for me
Since I was young till now
Now I am a man I am grown
It's because of you, Mama
You are my number one, I thank you
Luphindo:
Mama you are my rock.
You are my all
All my life you will always be in my heart
Mama I thank you

Teken in op LitNet se gratis weeklikse nuusbrief. | Sign up for LitNet's free weekly newsletter.

